Uqhagamshelwano

  • Tsalela umnxeba i-JIS ku: 086 125 5525 okanye 086 143 3659.
    • NgoMvulo – ngoLwesihlanu: 08:00 – 16:30.
  • I “Please Call Me”: Yithumele ku-083 680 0079 (uza kutsalelwa umnxeba kwiiyure ezingama-24 ngeentsuku zeveki).
  • Ngaphandle kwaseMzantsi Afrika: +27 11 713 0000 okanye Umyalezo obhaliweyo +27 83 680 0079 ukuze utsalelwe umnxeba.
  • Dayala u *120*1138# kwiselula yakho ukukhangela ulwazi ngezabelo zakho (ukuba unenombolo ye-ID yaseMzantsi Afrika).
  • Thumela iinkcukacha zakho nombuzo ku: thusano@jseinvestorservices.co.za.
  • Tyelela iofisi yakho ekufutshane yakwaTeba ngoncedo uye buqu – abasebenzi bangakunceda uqinisekise isimo sakho (cofa apha ngoluhlu lweeofisi zakwaTEBA).