Iindaba ezimnandi kubaxhamli beThusano

iGold Fields Ltd ibhengeze isixa senzala epheleleyo ehlawulwayo ye-R7,00 ngesabelo (i-R5,60 ngesabelo emva kwerhafu yenzala).

Inzala iza kuhlawulwa kubo bonke abaxhamli abaneeakhawunti ezisebenzayo zebhanki ngowe-10 Oktobha 2025 kwaye kufanele ukuba ivele emva kweentsuku ezimbalwa kubaxhamli abazinze kumazwe e-SADC